Uyohane 7:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ihlabathi alinakunithiya nina; mna ke liyandithiya, ngokuba mna ndingqina ngalo, ukuba imisebenzi yalo ayindawo.

Uyohane 7

Uyohane 7:1-14