Uyohane 7:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba akukho namnye wenza into emfihlekweni, abe yena ngokwakhe efuna ukuba sekuhléni. Ukuba uyazenza ezi zinto, zibonakalise ngokwakho kwihlabathi.

Uyohane 7

Uyohane 7:1-9