Uyohane 7:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oku wakutsho ke ngaye uMoya, ababeza kumamkeliswa abo bakholwayo kuye; kuba ebengekamkelwa uMoya oyiNgcwele; ngokuba uYesu ebengekazukiswa.

Uyohane 7

Uyohane 7:33-46