Uyohane 7:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi ngoko amaYuda phakathi kwawo, Úza kuya phi na lo, le nto singayi kumfumana thina? Angaba uza kuya kwiintsali ezikumaGrike, afundise amaGrike, yini na?

Uyohane 7

Uyohane 7:28-43