Uyohane 6:64 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kukho abathile kuni abangakholwayo. Kuba ebesazi kwasekuqalekeni uYesu, ukuba ngoobani na ababengakholwa, nokuba ngubani na oya kumnikela.

Uyohane 6

Uyohane 6:62-71