Uyohane 6:6-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

6. Úbesitsho ke emlinga; kuba ubeyazi yena into abeza kuyenza.

7. UFilipu wamphendula wathi, Izonka zeedenariyo* ezimakhulu mabini azibanele, ukuze elowo athabathe intwana.

8. Athi kuye omnye kubafundi bakhe, uAndreya, umzalwana kaSimon Petros,

Uyohane 6