Uyohane 6:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuko ke oku ukuthanda kowandithumayo, kukaBawo: ukuba konke awandinikayo, ndingalahli nento kuko, ndikuvuse ngomhla wokugqibela.

Uyohane 6

Uyohane 6:37-44