Uyohane 6:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uYesu kubo, Isonka sobomi esi ndim; lowo uzayo kum, akasayi kulamba; lowo ukholwayo kum, akasayi kunxanwa naphakade.

Uyohane 6

Uyohane 6:28-43