Uyohane 6:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musani ukusebenzela ukudla okutshabalalayo; sebenzelani ukudla okuhlala kuse ebomini obungunaphakade, aya kunipha kona uNyana woMntu; kuba uYise uThixo utywine waqinisela yena lowo.

Uyohane 6

Uyohane 6:23-30