Uyohane 6:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazithabatha ke izonka uYesu, wathi akubulela wababela abafundi, bathi ke abafundi bábela abo babehleli phantsi, kwaba kwanjalo nakwiintlanzi, ngangokuthanda kwabo.

Uyohane 6

Uyohane 6:7-20