Uyohane 5:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula umlwelwe wathi, Nkosi, andinamntu wokuthi, xa athe agxojwagxojwa amanzi, andiphose echibini. Kuthi ke, ndakubon' ukuba mna ndiyaya, ndiphangelwe ngomnye ukuhla.

Uyohane 5

Uyohane 5:4-15