Uyohane 5:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba isithunywa sezulu ngaxesha lithile besisihla, singene echibini, siwagxobhagxobhe amanzi; lowo ngoko ubethe angene tanci emva kokugxojwagxojwa kwamanzi, ubephila nakusiphi na isifo abebanjwe siso.

Uyohane 5

Uyohane 5:1-13