Uyohane 5:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ngokwam andinakwenza nto; njengoko ndivayo, ndìgweba ngako, nomgwebo wam ububulungisa; ngokuba andifuni kuthanda kwam, ndifuna ukuthanda kukaBawo owandithumayo.

Uyohane 5

Uyohane 5:24-32