Uyohane 5:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musani ukumangaliswa kuko oko; ngokuba kuza ilixa abaya kuthi ngalo bonke abasemangcwabeni balive ilizwi lakhe;

Uyohane 5

Uyohane 5:19-36