Uyohane 5:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam, akholwe ngulowo wandithumayo, unobomi obungunaphakade; akezi ekugwetyweni; uphume ekufeni, wangena ebomini.

Uyohane 5

Uyohane 5:23-27