Uyohane 5:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula ngoko uYesu, wathi kuwo, Inene, inene, ndithi kuni, UNyana akanakwenza nto ngokwakhe, engathanga abone uYise eyenza; kuba izinto asukuba ezenza yena, ezo uyazenza uNyana kwangokunjalo;

Uyohane 5

Uyohane 5:10-26