Uyohane 4:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ithe ngoko iNkosi, yakwazi ukuba abaFarisi bavile ukuba uYesu ugqithisile kuYohane ngokwenza nokubhaptiza abafundi

2. (nakubeni ke uYesu ngokwakhe ebengabhaptizi, bekubhaptiza abafundi bakhe),

3. yalishiya yona elakwaYuda, yabuya yaya kwelaseGalili.

Uyohane 4