Uyohane 3:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthi uNikodemo kuye, Angáthini na umntu ukuzalwa emdala? Angaba nako yini na ukungena okwesibini esizalweni sonina azalwe?

Uyohane 3

Uyohane 3:3-11