Uyohane 3:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.

Uyohane 3

Uyohane 3:10-23