Uyohane 21:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi ngoko loo mfundi ubethandwa nguYesu kuPetros, YiNkosi. Uthe ngoko uSimon Petros, akuva ukuba yiNkosi, wabhinqa ingubo yokwaleka (kuba ebezé), waziphosa elwandle.

Uyohane 21

Uyohane 21:4-10