Uyohane 21:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva koko waphinda uYesu wazibonakalalisa kubafundi ngaselwandle lwaseTibheriya. Wenjenje ke ukuzibonakalalisa.

Uyohane 21

Uyohane 21:1-4