Uyohane 20:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthi uYesu kuye, Ungàndichukumisi; kuba andikanyuki ndiye kuBawo; ke yiya kubazalwana bam, uthi kubo, Ndiyenyuka, ndiya kuBawo, kuYihlo; kuThixo wam, kuThixo wenu.

Uyohane 20

Uyohane 20:12-27