Uyohane 19:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya ngoko waphuma phandle uPilato; athi kubo, Yabonani, ndimzisa phandle kuni, ukuze nazi ukuba andifumani nalinye ityala kuye.

Uyohane 19

Uyohane 19:1-10