Uyohane 19:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

AmaYuda ngoko, ukuze imizimba ingahlali emnqamlezweni ngesabatha, ekubeni yayiyimini yokulungiselela isabatha (kuba loo sabatha ibingumhla omkhulu), acela kuPilato ukuba imilenze yabo yaphulwe, basuswe.

Uyohane 19

Uyohane 19:29-32