Uyohane 19:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Atshono ngoko ukuthi, Masingayikrazuli, masiqashise ngayo ukuba yoba yekabani na; ukuze isibhalo sizaliseke esithi,Babelana ngeengubo zam,Benza amaqashiso ngesambatho sam.(INdum. 22:18)Amasoldati ke ngoko azenza ezi zinto.

Uyohane 19

Uyohane 19:22-32