Uyohane 19:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Loo mbhalo ngoko into eninzi yamaYuda yawulesa; ngokuba indawo, uYesu awayebethelelwe kuyo emnqamlezweni, yayikufuphi nomzi; kwaye ke kubhaliwe ngesiHebhere, nangesiGrike, nangesiRoma.

Uyohane 19

Uyohane 19:16-25