Uyohane 19:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yoko wayefuna uPilato ukumkhulula; kodwa amaYuda ayenkqangaza esithi, Ukuba uthe wamkhulula lo, akusihlobo sikaKesare;* bonke abazenza ukumkani bachasa uKesare.

Uyohane 19

Uyohane 19:7-13