Uyohane 18:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uYesu wathi, Ndinixelele ukuba ndinguye; ukuba ngoko nifuna mna, bayekeni aba bemke;

Uyohane 18

Uyohane 18:1-15