Athi uPilato kuye, Yintoni na yona inyaniso?Akuba etshilo, wabuya waphuma waya kumaYuda, athi kuwo, Mna andifumani nalinye ityala kuye.