Uyohane 18:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akuzithetha uYesu ezi zinto, waphuma nabafundi bakhe, waya phesheya komlanjana oyiKidron, apho kwakukho umyezo, awangena kuwo yena nabafundi bakhe.

Uyohane 18

Uyohane 18:1-9