Uyohane 17:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba amazwi ondinike wona, ndiwaniké bona; bona bawathabatha, baqonda ngokwenyaniso ukuba ndaphuma kuwe; bakholwa ukuba wena wandithuma.

Uyohane 17

Uyohane 17:1-17