Uyohane 17:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndilibonakalisile igama lakho kubo abantu obundinike bona, bephuma ehlabathini; babengabakho, wabanika mna; ilizwi lakho balibambile ke.

Uyohane 17

Uyohane 17:1-13