Uyohane 16:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Noko ke mna ndinixelela inyaniso; kunilungele ukuba ndimke; kuba, ndingemkanga, uMthetheleli akayi kuza kuni; ke, ndíthe ndemka, ndiya kumthumela kuni.

Uyohane 16

Uyohane 16:5-9