Uyohane 16:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezi zinto ndizithethile kuni, ukuze, xa lithe lafika ilixa, nizikhumbule ukuba mna ndandinixelele. Ezi zinto ke andinixelelanga kwasekuqaleni, ngokuba bendinani.

Uyohane 16

Uyohane 16:1-6