Uyohane 16:31-33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

31. Wabaphendula uYesu wathi, Niyakholwa na ngoku?

32. Yabonani, kuza ilixa, nakaloku lifikile, lokuba nichithwe, elowo aye kowabo, nindishiye ndedwa; ukanti andindedwa, ngokuba uBawo unam.

33. Ezi zinto ndizithethile kuni, ukuze nibe noxolo kum. Ehlabathini niya kuba nembandezelo; yomelelani, mna ndiloyisile ihlabathi.

Uyohane 16