Uyohane 16:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nani ke ngoko nixhalabile ngokunje; kodwa ndobuya ndinibone; yaye iya kuvuya intliziyo yenu, novuyo lwenu akukho namnye uya kuluhlutha kuni.

Uyohane 16

Uyohane 16:15-30