Uyohane 16:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ezi zinto ndizithethile kuni, ukuze ningakhutyekiswa.

2. Baya kunigxotha esikhungwini; ewe, kuza ilixa lokuba bonke abanibulalayo, babe bona bakhonza uThixo.

3. Ezo zinto baya kuzenza kuni, ngokuba bengamazanga uBawo kwanam.

Uyohane 16