Uyohane 15:25-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

25. Kwenzeké ukuze lizaliseke ilizwi elibhaliweyo emthethweni wabo, elithi, Bandithiya kungekho sizathu.

26. Kodwa xa athe wafika uMthetheleli, endiya kumthuma mna kuni evela kuBawo, uMoya wenyaniso ophuma kuBawo, yena wongqina ngam.

27. Nani ke niyangqina, ngokuba beninam kwasekuqaleni.

Uyohane 15