Uyohane 14:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ukholwayo kum, imisebenzi endiyenzayo mna, uya kuyenza naye yena; nemikhulu kunale uya kuyenza, ngokuba mna ndisiya kuye uBawo.

Uyohane 14

Uyohane 14:7-21