Uyohane 14:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akukholwa na ukuba mna ndikuye uBawo, abe ke uBawo ekum? Amazwi endiwathethayo mna kuni, andiwathethi ephuma kum; uBawo ke ohleli kum, nguye oyenzayo imisebenzi le.

Uyohane 14

Uyohane 14:3-18