Uyohane 13:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uYesu, wathi kuye, Endikwenzayo mna akukwazi wena okwangoku; kodwa wokuqonda kamva.

Uyohane 13

Uyohane 13:4-12