Uyohane 13:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezithethile uYesu ezi zinto, wakhathazeka emoyeni wakhe, wangqina wathi, Inene, inene, ndithi kuni, omnye kuni aba uya kundingcatsha.

Uyohane 13

Uyohane 13:15-25