Uyohane 13:14-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. Ngoko ke, ukuba ndizihlambile iinyawo zenu mna, ndíyiNkosi, ndínguMfundisi, nani nifanele ukuhlambana iinyawo.

15. Kuba ndininike umzekelo, ukuze nani nenze, njengoko ndenzé ngako mna kuni.

16. Inene, inene, ndithi kuni, Akukho mkhonzi umkhulu kunenkosi yakhe, namthunywa umkhulu kunalowo umthumileyo.

Uyohane 13