Uyohane 12:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi ngoko indimbane enkulu yakumaYuda yakwázi ukuba ulapho; yeza kungengenxa kaYesu yedwa, yeza ukuze ibone noLazaro, lowo wamvusayo kwabafileyo.

Uyohane 12

Uyohane 12:5-18