Uyohane 12:49 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba mna andithethanga okuphuma kum; owandithumayo, uBawo ngokwakhe, nguye owandiwisela umthetho wokuba ndithini na, nokuba ndithethe ntoni na.

Uyohane 12

Uyohane 12:40-50