Uyohane 12:47 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nokuba umntu uthe weva amazwi la am, àkakholwa, mna andimgwebi; kuba andize kuligweba ihlabathi, ndizé kulisindisa ihlabathi.

Uyohane 12

Uyohane 12:40-50