Uyohane 12:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ngoko uYesu kubo, Liselilifutshane ixesha lokuba ukhanyiso lube nani. Hambani, nisenalo nje ukhanyiso, ukuze ubumnyama bunganiqubuli; lowo uhamba ebumnyameni, akazi apho aya khona.

Uyohane 12

Uyohane 12:27-36