Uyohane 12:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathabatha ke uMariya iponti yamafutha aqholiweyo enadusi* engangxengelelweyo, exabiso likhulu; wathambisa iinyawo zikaYesu, wazisula iinyawo zakhe ngeenwele zakhe; yazala ke indlu livumba lamafutha lawo aqholiweyo.

Uyohane 12

Uyohane 12:1-13