Uyohane 12:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ubani uthi andikhonze, makandilandele; apho ndikhona mna, woba khona apho nondikhonzayo; ukuba umntu uthi andikhonze, uBawo wombeka.

Uyohane 12

Uyohane 12:19-29