Uyohane 11:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uYesu wathi, Àkalishumi elinamabini na amaxa emini? Ukuba umntu uthi ahambe emini, akakhubeki; ngokuba elubona ukhanyiselo lweli hlabathi.

Uyohane 11

Uyohane 11:5-14